Ndiza
Zahara
| Length : 03:24
Composer: Bulelwa Mkutukana
Lyrics
Ndihambile ndibonile Bandixelele bandinikile Ndingafunanga ndingabuzanga Ndiza kundiza, ndizawubuya Ndikuphathel’intliziyo yam Uzuyenze msulwa yona Awu ndiza ndizakundiza, ndizawubuya Ndikuphathel’intliziyo yam Uzuyenze msulwa yona Awu ndiza kundiza, ndizawubuya Ndikuphathel’intliziyo yam Uzuyenze msulwa yona haay Awu ndiza kundiza, ndizawubuya Ndikuphathel’intliziyo yam Uzuyenze msulwa yona haay Ndizam'ukucinga haa Ndiyahluleka haaa Ingqondo yami iyakhawuleza Kuyehla kuyasa Kum kuyafana Ndonakele Ndiza kundiza ndizawubuya Ndikuphathel’intliziyo yam Uzuyenze msulwa yona haaa Ndiza awu ndiza ndizawubuya Ndikuphathel’intliziyo yam Uzuyenze msulwa yona haaa Ndiza ndizakundiza ndizawubuya Ndikuphathel’intliziyo yam Uzuyenze msulwa yona haaa Ndiza awu ndiza ndizawubuya Ndikuphathel’intliziyo yam Uzuyenze msulwa yona haaa
Bulelwa Mkutukana, Mojalefa Gilbert Thebe, Robinson Malinga
Downtown Music Publishing
This track is on the 6 following albums:
Loliwe
Zahara
Sounds Of Freedom
Zahara
African Women of Song
Zahara
Africa Celebrates World Music Month: 2023
Zahara
Celebrating South African Women in Music 2023
Zahara
Woman of Power
Zahara