Bambolwam
Black Motion
| Length : 05:27
Composer: Robert Bongani Mohosana, Thabo Roy Mabogwane
Lyrics
Ndikuthanda njalo dali wam Ndikuthanda njalo Ndikuthanda njalo dali wam Ndikuthanda njalo Ndikuthanda njalo dali wam Ndikuthanda njalo Ndikuthanda njalo dali wam Ndikuthanda njalo Ulubambo lwam Uyinto yonke kum Ndikuthande njalo Njalo Bamb' isandla sam Uyinto yonke kum Ngeke ndikushiye noma nini Noba bangathini Ngeke ndikushiye noma nini na Noba bangathini na Bamb' isandla sam Uyinto yonke kum Ndikuthande njalo Njalo Ngeke ndikushiye noma nini Noba bangathini Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo Ulubambo lwam Sohlala silibheka litshon' ilanga Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo Kuyophela imilambo Nelanga lingatshoni Ngaphambi Koba ndikushiye Ulubambo lwam Ulubambo lwam Sobabini nge' sihluwe lutho Sobabini s'thandwa sam Uzundithembe Ngeke ndikulahle Ulubambo lwam Ulubambo lwam Ngeke ndikushiye noma nini Noba bangathini Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo Ulubambo lwam Sohlala silibheka litshon' ilanga Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo
ROBERT MOHOSANA, SINETHEMBA DANA, THABO MABOGWANE
Sony/ATV Music Publishing LLC
This track is on the 2 following albums:
Ya Badimo
Black Motion
Ya Badimo
Black Motion