Lyrics
Ndidikiwe zingxoxo zingxaki
Ndiyahamba mna zingxoxo zingxaki
Ndidikiwe mna zingxoxo zingxaki
Ndiyahamba mna zingxoxo zingxaki
Kutheni undigongisa ngabantu (Ndidikiwe ndiyahamba)
Kutheni undihlekisa ngabantu (Ndidikiwe ndiyahamba)

(Ndidikiwe ndiyahamba)
(Ndidikiwe ndiyahamba mna)
(Ndidikiwe ndiyahamba)
(Ndidikiwe ndiyahamba mna)
Amanciza akho ayandigezela hayi ayandiqhela
Amanciza akho ayandiqhela ayandigezela
Uyindoda enjani uyandiqhela ayandigezela
Uyindoda enjani hayi uyandiqhela ayandigezela
Kutheni undigongisa ngabantu (Ndidikiwe ndiyahamba)
Kutheni undihlekisa ngabantu (Ndidikiwe ndiyahamba)
Kutheni undigongisa ngabantu (Ndidikiwe ndiyahamba)
Kutheni undihlekisa ngabantu (Ndidikiwe ndiyahamba)
(Ndidikiwe ndiyahamba)
(Ndidikiwe ndiyahamba mna)
(Ndidikiwe ndiyahamba)
(Ndidikiwe ndiyahamba mna)
EMPIRE PUBLISHING