Lyrics
Bekukudala ngoko
Kuseneminqweno
Khawud'ukuwel'ibhulorho
Uze nganeno
Bekukudala ngoko
Usenaz'iinjongo
Khawud'ukuwel'ibhulorho
Uze nganeno
Sasikhule sonke
Siphuph'emazulwini
Sigcakamel'ilanga (Sigcakamel'ilanga)
Iza ndikukhumbuze
Ubom'abumanga (Manga manga manga)
Asoz'abekh'ofana nawe
Ofana nawe asoz'abekho
Asoz'abekh'ofana nawe
Ofana nawe asoz'abekho
Vul'amehl'ujonge
Noba akululanga
Nkakha zivukile
Ubom'abumanga
Izakhono zakho
Neziphiwo zakho
Azikuphelelanga
Ubom'abumanga
Sizokukhanyisela
Ibe mhloph'indlela
Lizophum'ilanga (Lizophum'ilanga)
Iza ndikukhumbuze
Ubom'abumanga
(Asoz'abekh'ofana nawe) Lizophum'ilanga
Ofana nawe asoz'abekho
(Asoz'abekh'ofana nawe) Lizophum'ilanga
Ofana nawe asoz'abekho
(Asoz'abekh'ofana nawe) Lizophum'ilanga
Ofana nawe asoz'abekho
(Asoz'abekh'ofana nawe) Lizophum'ilanga
Ofana nawe asoz'abekho
Noba akululanga
Ndikhumbule kuwe
ASANDA MSAKI MVANA, SANELE SITHOLE
Universal Music Publishing Group